IMizekeliso 11:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Oswele intliziyo uyalidelela idlelane lakhe,+ kodwa umntu onokuqonda okuphangaleleyo uthi cwaka.+ Isaya 53:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wabandezeleka kakhulu,+ wazivumela waxhwaleka;+ ukanti wayengawuvuli umlomo wakhe. Waziswa kanye njengemvu esiwa ekuxhelweni;+ nanjengemazi yegusha eye yasisimumu phambi kwabachebi bayo, naye wayengawuvuli umlomo wakhe.+ IZenzo 8:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Ke kaloku isicatshulwa seSibhalo elalisifunda ngokuvakalayo yayisesi: “Njengemvu wasiwa ekuxhelweni, nanjengemvana engenalizwi phambi komchebi wayo, wenjenjalo ukungawuvuli umlomo wakhe.+
7 Wabandezeleka kakhulu,+ wazivumela waxhwaleka;+ ukanti wayengawuvuli umlomo wakhe. Waziswa kanye njengemvu esiwa ekuxhelweni;+ nanjengemazi yegusha eye yasisimumu phambi kwabachebi bayo, naye wayengawuvuli umlomo wakhe.+
32 Ke kaloku isicatshulwa seSibhalo elalisifunda ngokuvakalayo yayisesi: “Njengemvu wasiwa ekuxhelweni, nanjengemvana engenalizwi phambi komchebi wayo, wenjenjalo ukungawuvuli umlomo wakhe.+