IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 22:42
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 42 UYehoshafati wayeneminyaka engamashumi amathathu anesihlanu ubudala ekuqaliseni kwakhe ukulawula, yaye walawula eYerusalem iminyaka engamashumi amabini anesihlanu; igama likanina lalinguAzubha intombi kaShilehi.

  • 2 Kronike 17:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Kuba wafuna+ uTHIXO kayise waza wahamba ngomyalelo wakhe,+ akenza ngokwesenzo sikaSirayeli.+

  • 2 Kronike 18:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 UYehoshafati waba nobutyebi nozuko ngokuyintabalala;+ kodwa wendiselana+ noAhabhi.+

  • 2 Kronike 19:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 UYehoshafati waqhubeka ehlala eYerusalem; waza waqalisa ukuphuma kwakhona phakathi kwabantu baseBher-shebha+ ukuya kummandla weentaba wakwaEfrayim,+ ukubabuyisela kuYehova uTHIXO wookhokho babo.+

  • 2 Kronike 20:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Ngoko uYehoshafati nabantu bakhe beza kuphanga amaxhoba+ kubo, baza bafumana kubo iimpahla nezinxibo ezininzi nempahla enqwenelekayo; babahluba de abakwazi ukuzithwala.+ Kwathabatha iintsuku ezintathu ukuphanga amaxhoba, kuba ayemaninzi kakhulu.

  • Mateyu 1:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  8 uAsa wazala uYehoshafati;+

      uYehoshafati wazala uYehoram;+

      uYehoram wazala u-Uziya;

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share