IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 21:46
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 46 Kodwa, nangona babefuna ukumbamba, babesoyika izihlwele, ngenxa yokuba zazibambe ukuthi ungumprofeti.+

  • Luka 7:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Bonke ke bangenwa luloyiko,+ yaye baqalisa ukumzukisa uThixo, besithi: “Kuveliswe umprofeti omkhulu+ phakathi kwethu,” nokuthi, “UThixo uphethulele ingqalelo yakhe kubantu bakhe.”+

  • Luka 24:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Waza wathi kubo: “Ziphi na izinto?” Bathi kuye: “Izinto eziphathelele uYesu umNazarete,+ owaba ngumprofeti+ onamandla ngomsebenzi nelizwi phambi koThixo nabo bonke abantu;

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share