Duteronomi 18:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ndiya kubavelisela umprofeti ophuma phakathi kwabazalwana babo, onjengawe;+ yaye eneneni ndiya kuwabeka amazwi am emlonyeni wakhe,+ aze ngokuqinisekileyo athethe kubo konke endiya kumyalela kona.+ Luka 7:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Bonke ke bangenwa luloyiko,+ yaye baqalisa ukumzukisa uThixo, besithi: “Kuveliswe umprofeti omkhulu+ phakathi kwethu,” nokuthi, “UThixo uphethulele ingqalelo yakhe kubantu bakhe.”+ Yohane 3:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Yena weza kuye ngobusuku+ waza wathi kuye: “Rabhi,+ siyazi ukuba wena njengomfundisi+ uze uvela kuThixo;+ kuba akukho bani unokwenza le miqondiso+ uyenzayo ngaphandle kokuba uThixo unaye.”+ Yohane 6:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngoko ke abantu bakubona imiqondiso ayenzileyo, bathi: “Lo ngokuqinisekileyo ngumprofeti+ owayeza kuza ehlabathini.” IZenzo 2:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 “Madoda akwaSirayeli, waveni la mazwi: UYesu umNazarete,+ indoda ekwaboniswa ngayo esidlangalaleni nguThixo kuni ngemisebenzi yamandla+ nemihlola nemiqondiso uThixo awayenzayo ngayo phakathi kwenu,+ kanye njengoko nani nisazi,
18 Ndiya kubavelisela umprofeti ophuma phakathi kwabazalwana babo, onjengawe;+ yaye eneneni ndiya kuwabeka amazwi am emlonyeni wakhe,+ aze ngokuqinisekileyo athethe kubo konke endiya kumyalela kona.+
16 Bonke ke bangenwa luloyiko,+ yaye baqalisa ukumzukisa uThixo, besithi: “Kuveliswe umprofeti omkhulu+ phakathi kwethu,” nokuthi, “UThixo uphethulele ingqalelo yakhe kubantu bakhe.”+
2 Yena weza kuye ngobusuku+ waza wathi kuye: “Rabhi,+ siyazi ukuba wena njengomfundisi+ uze uvela kuThixo;+ kuba akukho bani unokwenza le miqondiso+ uyenzayo ngaphandle kokuba uThixo unaye.”+
14 Ngoko ke abantu bakubona imiqondiso ayenzileyo, bathi: “Lo ngokuqinisekileyo ngumprofeti+ owayeza kuza ehlabathini.”
22 “Madoda akwaSirayeli, waveni la mazwi: UYesu umNazarete,+ indoda ekwaboniswa ngayo esidlangalaleni nguThixo kuni ngemisebenzi yamandla+ nemihlola nemiqondiso uThixo awayenzayo ngayo phakathi kwenu,+ kanye njengoko nani nisazi,