Isaya 51:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Khangelani kuAbraham+ uyihlo+ nakuSara+ owanizala enenimba. Kuba wayemnye ukumbiza kwam,+ ndamsikelela ndaza ndamenza waba mninzi.+ Mateyu 3:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 yaye ze ningafane nithi, ‘Sinobawo uAbraham.’+ Kuba ndithi kuni uThixo unako ukumvelisela abantwana kuwo la matye uAbraham.+
2 Khangelani kuAbraham+ uyihlo+ nakuSara+ owanizala enenimba. Kuba wayemnye ukumbiza kwam,+ ndamsikelela ndaza ndamenza waba mninzi.+
9 yaye ze ningafane nithi, ‘Sinobawo uAbraham.’+ Kuba ndithi kuni uThixo unako ukumvelisela abantwana kuwo la matye uAbraham.+