Mateyu 24:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Uya kwandula ke umqondiso woNyana womntu+ ubonakale ezulwini, zandule zonke izizwe zomhlaba zizimbambazele zisenza isijwili,+ yaye ziya kumbona uNyana womntu esiza esemafini ezulu enamandla nobuqaqawuli obukhulu.+ Marko 13:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Baya kwandula ke bambone uNyana womntu+ esiza emafini enamandla nobuqaqawuli obukhulu.+ 1 Korinte 1:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 kangangokuba anisileli nakwisiphi na isiphiwo+ konke konke, ngoxa nilinde ngentumekelelo ukutyhileka+ kweNkosi yethu uYesu Kristu. Kolose 3:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Xa uKRISTU, obubomi bethu,+ ebonakaliswa, niya kwandula ke nani nibonakaliswe+ kunye naye eluzukweni.+ 2 Tesalonika 1:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 aze nina babandelwayo, anikhulule kunye nathi ekutyhilekeni+ kweNkosi uYesu ivela ezulwini kunye neengelosi zayo ezinamandla+ 2 Tesalonika 2:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Uya kwandula ke ngoko umchasi-mthetho atyhileke, lowo iNkosi uYesu eya kumbhangisa ngomoya womlomo wayo+ ize imtshitshise ngembonakaliso+ yobukho bayo.+ ISityhilelo 1:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Khangela! Uza ngamafu,+ yaye onke amehlo aya kumbona,+ nabo bamhlabayo;+ zize zonke izizwe zomhlaba zizimbambazele zisentlungwini ngenxa yakhe.+ Ewe, Amen.
30 Uya kwandula ke umqondiso woNyana womntu+ ubonakale ezulwini, zandule zonke izizwe zomhlaba zizimbambazele zisenza isijwili,+ yaye ziya kumbona uNyana womntu esiza esemafini ezulu enamandla nobuqaqawuli obukhulu.+
7 kangangokuba anisileli nakwisiphi na isiphiwo+ konke konke, ngoxa nilinde ngentumekelelo ukutyhileka+ kweNkosi yethu uYesu Kristu.
4 Xa uKRISTU, obubomi bethu,+ ebonakaliswa, niya kwandula ke nani nibonakaliswe+ kunye naye eluzukweni.+
7 aze nina babandelwayo, anikhulule kunye nathi ekutyhilekeni+ kweNkosi uYesu ivela ezulwini kunye neengelosi zayo ezinamandla+
8 Uya kwandula ke ngoko umchasi-mthetho atyhileke, lowo iNkosi uYesu eya kumbhangisa ngomoya womlomo wayo+ ize imtshitshise ngembonakaliso+ yobukho bayo.+
7 Khangela! Uza ngamafu,+ yaye onke amehlo aya kumbona,+ nabo bamhlabayo;+ zize zonke izizwe zomhlaba zizimbambazele zisentlungwini ngenxa yakhe.+ Ewe, Amen.