Yona 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ke kaloku uYehova wamisela intlanzi enkulu ukuba imginye uYona,+ waza uYona waba sembilinini wentlanzi iimini ezintathu nobusuku obuthathu.+ Mateyu 20:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 bamnikele kubantu beentlanga ukuze bahlekise ngaye, bamtyakatye, bambethelele,+ aze avuswe ngomhla wesithathu.”+ Marko 10:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 yaye baya kuhlekisa ngaye, bamtshicele, bamtyakatye baze bambulale, kodwa kwiintsuku ezintathu kamva uya kuvuka.”+ Luka 9:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 kodwa wathi: “UNyana womntu umele eve iimbandezelo ezininzi aze agatywe ngamadoda amakhulu nangababingeleli abaziintloko nangababhali, abulawe,+ aze ngomhla wesithathu avuswe.”+
17 Ke kaloku uYehova wamisela intlanzi enkulu ukuba imginye uYona,+ waza uYona waba sembilinini wentlanzi iimini ezintathu nobusuku obuthathu.+
19 bamnikele kubantu beentlanga ukuze bahlekise ngaye, bamtyakatye, bambethelele,+ aze avuswe ngomhla wesithathu.”+
34 yaye baya kuhlekisa ngaye, bamtshicele, bamtyakatye baze bambulale, kodwa kwiintsuku ezintathu kamva uya kuvuka.”+
22 kodwa wathi: “UNyana womntu umele eve iimbandezelo ezininzi aze agatywe ngamadoda amakhulu nangababingeleli abaziintloko nangababhali, abulawe,+ aze ngomhla wesithathu avuswe.”+