INdumiso 22:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Amandla am omile njengeceba lengqayi,+Nolwimi lwam lunamatheliswe ezintsinini zam;+Yaye wena undibeka eluthulini lokufa.+ Isaya 53:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kodwa wahlatywa+ ngenxa yokunxaxha kwethu;+ watyunyuzwa ngenxa yeziphoso zethu.+ Wabethwa ukuze sibe noxolo,+ yaye ngamanxeba+ akhe siye saphiliswa.+ Isaya 53:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Uthatyathiwe ngenxa yothintelo nomgwebo;+ yaye ngubani na oya kuzixhalabisa ngeenkcukacha zesizukulwana sakhe?+ Kuba wahlukaniswa+ nelizwe labaphilileyo.+ Wafumana umvumbo ngenxa yokunxaxha+ kwabantu bakowethu.+ Daniyeli 11:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Nabo beza ngengalo+ eyomeleleyo nxamnye naye, uya kuyaphula ingalo leyo;+ abakhukulise, kwaneNkokeli+ yomnqophiso+ ngokunjalo.+
15 Amandla am omile njengeceba lengqayi,+Nolwimi lwam lunamatheliswe ezintsinini zam;+Yaye wena undibeka eluthulini lokufa.+
5 Kodwa wahlatywa+ ngenxa yokunxaxha kwethu;+ watyunyuzwa ngenxa yeziphoso zethu.+ Wabethwa ukuze sibe noxolo,+ yaye ngamanxeba+ akhe siye saphiliswa.+
8 Uthatyathiwe ngenxa yothintelo nomgwebo;+ yaye ngubani na oya kuzixhalabisa ngeenkcukacha zesizukulwana sakhe?+ Kuba wahlukaniswa+ nelizwe labaphilileyo.+ Wafumana umvumbo ngenxa yokunxaxha+ kwabantu bakowethu.+
22 Nabo beza ngengalo+ eyomeleleyo nxamnye naye, uya kuyaphula ingalo leyo;+ abakhukulise, kwaneNkokeli+ yomnqophiso+ ngokunjalo.+