IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 12:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Thethani kwindibano iphela yakwaSirayeli, nithi, ‘Ngosuku lweshumi kule nyanga ngamnye makazithabathele imvu ngokwezindlu zamanyange, imvu enye+ kwindlu nganye.

  • Levitikus 23:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ngenyanga yokuqala, ngosuku lweshumi elinesine enyangeni+ leyo, phakathi kweengokuhlwa ezimbini, yoba yipasika+ kaYehova.

  • Yohane 13:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ke kaloku, ngenxa yokuba wayesazi ngaphambi komthendeleko wepasika ukuba lifikile ilixa lakhe+ lokuba emke kweli hlabathi aye kuYise,+ uYesu, ebathandile abakhe ababesehlabathini,+ wabathanda de kwasekupheleni.

  • 1 Korinte 5:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Lisuseni igwele elidala, ukuze nibe yintlama entsha,+ kanye njengoko nikhululekile egweleni. Kuba, eneneni, uKristu+ ipasika+ yethu ubingelelwe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share