Mateyu 20:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Makungabi njalo phakathi kwenu;+ kodwa nabani na ofuna ukuba mkhulu phakathi kwenu makabe ngumlungiseleli wenu,+ Marko 10:43 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 43 Makungabi njalo phakathi kwenu; kodwa nabani na ofuna ukuba mkhulu phakathi kwenu makabe ngumlungiseleli wenu,+ Luka 9:48 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 48 waza wathi kubo: “Nabani na owamkela lo mntwana uselula egameni lam wamkela nam, yaye nabani na owamkela mna wamkela nalowo wandithumayo.+ Kuba lowo uziphatha njengomncinane+ phakathi kwenu nonke nguye omkhulu.”+
26 Makungabi njalo phakathi kwenu;+ kodwa nabani na ofuna ukuba mkhulu phakathi kwenu makabe ngumlungiseleli wenu,+
43 Makungabi njalo phakathi kwenu; kodwa nabani na ofuna ukuba mkhulu phakathi kwenu makabe ngumlungiseleli wenu,+
48 waza wathi kubo: “Nabani na owamkela lo mntwana uselula egameni lam wamkela nam, yaye nabani na owamkela mna wamkela nalowo wandithumayo.+ Kuba lowo uziphatha njengomncinane+ phakathi kwenu nonke nguye omkhulu.”+