Mateyu 18:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngoko ke, nabani na othe wazithoba+ njengalo mntwana uselula nguye ongoyena mkhulu ebukumkanini bamazulu;+ Mateyu 23:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kodwa lowo ungoyena mkhulu phakathi kwenu makabe ngumlungiseleli wenu.+ Marko 10:43 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 43 Makungabi njalo phakathi kwenu; kodwa nabani na ofuna ukuba mkhulu phakathi kwenu makabe ngumlungiseleli wenu,+ Luka 22:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ke nina ze ningabi njalo.+ Kodwa lowo ungoyena mkhulu phakathi kwenu makabe njengoyena mncinane,+ nalowo usebenza njengentloko abe njengalowo ulungiselelayo.+
4 Ngoko ke, nabani na othe wazithoba+ njengalo mntwana uselula nguye ongoyena mkhulu ebukumkanini bamazulu;+
43 Makungabi njalo phakathi kwenu; kodwa nabani na ofuna ukuba mkhulu phakathi kwenu makabe ngumlungiseleli wenu,+
26 Ke nina ze ningabi njalo.+ Kodwa lowo ungoyena mkhulu phakathi kwenu makabe njengoyena mncinane,+ nalowo usebenza njengentloko abe njengalowo ulungiselelayo.+