INdumiso 44:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngenxa yelizwi lalowo ungcikivayo notshabhisayo,Ngenxa yotshaba nalowo uziphindezelelayo.+ Isaya 51:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Phulaphulani kum, nina nibaziyo ubulungisa, abantu osentliziyweni yabo umthetho wam.+ Musani ukuloyika ungcikivo lwabantu abafayo, yaye musani ukungenwa lunkwantyo ngenxa nje yamazwi abo okutshabhisa.+
7 “Phulaphulani kum, nina nibaziyo ubulungisa, abantu osentliziyweni yabo umthetho wam.+ Musani ukuloyika ungcikivo lwabantu abafayo, yaye musani ukungenwa lunkwantyo ngenxa nje yamazwi abo okutshabhisa.+