IZenzo 19:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 UPawulos wathi: “UYohane wabhaptiza ngobhaptizo olufuzisela inguquko,+ exelela abantu ukuba bakholwe kulowo uzayo emva kwakhe,+ oko kukuthi, kuYesu.” 1 Petros 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba sithi iSibhalo: “Khangela! Ndibeka eZiyon ilitye, elinyuliweyo, ilitye lembombo elisisiseko, elixabisekileyo; yaye akukho namnye ukholwayo kulo uya kudaniswa.”+
4 UPawulos wathi: “UYohane wabhaptiza ngobhaptizo olufuzisela inguquko,+ exelela abantu ukuba bakholwe kulowo uzayo emva kwakhe,+ oko kukuthi, kuYesu.”
6 Kuba sithi iSibhalo: “Khangela! Ndibeka eZiyon ilitye, elinyuliweyo, ilitye lembombo elisisiseko, elixabisekileyo; yaye akukho namnye ukholwayo kulo uya kudaniswa.”+