Isaya 26:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Bendikunqwenela ebusuku ngomphefumlo wam;+ ewe, ngomoya wam ngaphakathi kum ndakufuna;+ ngenxa yokuba, xa imigwebo yakho iziswa emhlabeni,+ ngokuqinisekileyo abemi belizwe elinemveliso baya kufunda+ ubulungisa.+ Mateyu 14:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Akuba ezindulule izihlwele, wenyuka waya entabeni yedwa ukuze athandaze.+ Kwahlwa eyedwa khona apho.
9 Bendikunqwenela ebusuku ngomphefumlo wam;+ ewe, ngomoya wam ngaphakathi kum ndakufuna;+ ngenxa yokuba, xa imigwebo yakho iziswa emhlabeni,+ ngokuqinisekileyo abemi belizwe elinemveliso baya kufunda+ ubulungisa.+
23 Akuba ezindulule izihlwele, wenyuka waya entabeni yedwa ukuze athandaze.+ Kwahlwa eyedwa khona apho.