Mateyu 20:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Makungabi njalo phakathi kwenu;+ kodwa nabani na ofuna ukuba mkhulu phakathi kwenu makabe ngumlungiseleli wenu,+ Mateyu 23:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Nabani na oziphakamisayo uya kuthotywa,+ yaye nabani na ozithobayo uya kuphakanyiswa.+ Luka 14:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kuba wonk’ ubani oziphakamisayo uya kuthotywa nalowo uzithobayo uya kuphakanyiswa.”+ Luka 22:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ke nina ze ningabi njalo.+ Kodwa lowo ungoyena mkhulu phakathi kwenu makabe njengoyena mncinane,+ nalowo usebenza njengentloko abe njengalowo ulungiselelayo.+ Yakobi 4:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Zithobeni emehlweni kaYehova,+ yaye uya kuniphakamisa.+
26 Makungabi njalo phakathi kwenu;+ kodwa nabani na ofuna ukuba mkhulu phakathi kwenu makabe ngumlungiseleli wenu,+
26 Ke nina ze ningabi njalo.+ Kodwa lowo ungoyena mkhulu phakathi kwenu makabe njengoyena mncinane,+ nalowo usebenza njengentloko abe njengalowo ulungiselelayo.+