IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yohane 12:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Kungoku ukugwetywa kwalo eli hlabathi; umlawuli weli hlabathi+ uza kuphoselwa phandle.+

  • Yohane 16:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 nangomgwebo,+ ngenxa yokuba umlawuli weli hlabathi ugwetyiwe.+

  • Hebhere 2:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Ngoko ke, ekubeni “abantwana abaselula” bengabanesabelo kwigazi nenyama, naye ngokufanayo waba nenxaxheba kwezo zinto,+ ukuze ngokufa kwakhe+ amtshitshise+ lowo unamandla okubangela ukufa,+ oko kukuthi, uMtyholi;+

  • ISityhilelo 12:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 kodwa ayizange yoyise, azabi safunyanelwa ndawo ezulwini.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share