IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 19:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 UYesu wathi kuye: “Ukuba ufuna ukugqibelela, hamba uye kuthengisa impahla yakho uze unike amahlwempu yaye uya kuba nobuncwane ezulwini,+ uze ube ngumlandeli wam.”+

  • Luka 18:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Ekuvile oko, uYesu wathi kuye: “Kusekho into enye oyisweleyo: Thengisa zonke izinto onazo, wabele amahlwempu, yaye uya kuba nobuncwane emazulwini; uze ube ngumlandeli wam.”+

  • IZenzo 2:45
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 45 yaye bathengisa ngezinto abanazo+ nempahla baza babela bonke ingeniso yabo, kanye ngokokuswela kwakhe nabani na.+

  • IZenzo 4:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 Enyanisweni, kwakungekho namnye owayeswele phakathi kwabo;+ kuba bonke ababenamasimi okanye izindlu babethengisa ngazo baze bazise amaxabiso ezinto ezithengisiweyo

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share