Mateyu 26:63 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 63 Kodwa uYesu wathi cwaka.+ Ngoko umbingeleli omkhulu wathi kuye: “Ndikufungisa+ ngoThixo ophilayo ukuba usixelele enoba unguye na uKRISTU+ uNyana kaThixo!” Yohane 5:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngenxa yoko, eneneni, amaYuda afuna ngakumbi ukumbulala,+ kuba wayengaphuli Sabatha kuphela kodwa wayekwabiza uThixo ngokuthi nguYise,+ ezenza alingane+ noThixo.
63 Kodwa uYesu wathi cwaka.+ Ngoko umbingeleli omkhulu wathi kuye: “Ndikufungisa+ ngoThixo ophilayo ukuba usixelele enoba unguye na uKRISTU+ uNyana kaThixo!”
18 Ngenxa yoko, eneneni, amaYuda afuna ngakumbi ukumbulala,+ kuba wayengaphuli Sabatha kuphela kodwa wayekwabiza uThixo ngokuthi nguYise,+ ezenza alingane+ noThixo.