IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 49:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Intonga yobukhosi ayisayi kusuka kuYuda,+ nomsimelelo womyaleli phakathi kweenyawo zakhe, ade afike uShilo;+ zize zithobele yena izizwana.+

  • Mika 5:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 “Nawe, Bhetelehem Efrata,+ wena umncinane gqitha ukuba ube phakathi kwamawaka akwaYuda,+ kuwe+ ndiya kuphunyelwa ngulowo uza kuba ngumlawuli wakwaSirayeli,+ omvelaphi yakhe isusela kumaxesha angaphambili, ukususela kwimihla yexesha elingenammiselo.+

  • Hebhere 7:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Ekubeni engenayise, nanina, namlibo wakuzalwa, engenaso nesiqalo seentsuku+ nokuphela kobomi, kodwa enziwe wanjengoNyana kaThixo,+ uhlala engumbingeleli ngokungapheliyo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share