Zekariya 13:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Krelendini, vuka nxamnye nomalusi wam,+ nxamnye nendoda eyomeleleyo esisinxulumani sam,”+ utsho uYehova wemikhosi. “Xabela umalusi,+ uze uchithachitheke umhlambi;+ yaye ngokuqinisekileyo isandla sam ndiya kusibuyisela kwezo zingabalulekanga.”+ Mateyu 26:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ngoko uYesu wathi kubo: “Nonke niya kukhubeka ngam ngobu busuku, kuba kubhaliwe kwathiwa, ‘Ndiza kumbetha umalusi, yaye izimvu zomhlambi ziya kuchithachithwa.’+ Mateyu 26:56 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 56 Kodwa konke oku kwenzeke ukuze zizaliseke izibhalo zabaprofeti.”+ Ngoko bonke abafundi bamshiya, basaba.+ Marko 14:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kwaye uYesu wathi kubo: “Niya kukhubeka nonke, ngenxa yokuba kubhaliwe kwathiwa, ‘Ndiza kubetha umalusi,+ yaye izimvu ziya kuchithachithwa.’+
7 “Krelendini, vuka nxamnye nomalusi wam,+ nxamnye nendoda eyomeleleyo esisinxulumani sam,”+ utsho uYehova wemikhosi. “Xabela umalusi,+ uze uchithachitheke umhlambi;+ yaye ngokuqinisekileyo isandla sam ndiya kusibuyisela kwezo zingabalulekanga.”+
31 Ngoko uYesu wathi kubo: “Nonke niya kukhubeka ngam ngobu busuku, kuba kubhaliwe kwathiwa, ‘Ndiza kumbetha umalusi, yaye izimvu zomhlambi ziya kuchithachithwa.’+
56 Kodwa konke oku kwenzeke ukuze zizaliseke izibhalo zabaprofeti.”+ Ngoko bonke abafundi bamshiya, basaba.+
27 Kwaye uYesu wathi kubo: “Niya kukhubeka nonke, ngenxa yokuba kubhaliwe kwathiwa, ‘Ndiza kubetha umalusi,+ yaye izimvu ziya kuchithachithwa.’+