IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Marko 1:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 esithi: “Lizalisekile ixesha elimisiweyo,+ yaye ubukumkani bukaThixo busondele. Guqukani,+ nikholwe kwiindaba ezilungileyo.”

  • Luka 24:47
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 47 yaye egameni lakhe kwakuya kushunyayelwa inguquko yoxolelo lwezono+ kuzo zonke iintlanga+—kuqalela eYerusalem,+

  • IZenzo 2:38
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 38 UPetros wathi kubo: “Guqukani,+ yaye ngamnye wenu makabhaptizwe+ egameni+ likaYesu Kristu ukuze kuxolelwe+ izono zenu, kwaye niya kwamkela isipho sesisa+ somoya oyingcwele.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share