Yohane 21:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Bakuba befumene isidlo sakusasa, uYesu wathi kuSimon Petros: “Simon nyana kaYohane, uyandithanda na ngaphezu kwezi?”+ Wathi kuye: “Ewe, Nkosi, uyazi wena ukuba ndinomsa ngawe.”+ Wathi kuye: “Yondla iimvana zam.”+ Efese 4:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yaye bambi wabanika ukuba babe ngabapostile,+ bambi babe ngabaprofeti,+ bambi babe ngabavangeli,+ bambi babe ngabalusi nabafundisi,+ 1 Petros 5:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Waluseni+ umhlambi kaThixo+ eniwunyamekelayo, kungengakunyanzelwa, kodwa ngokuzithandela;+ kungekhona ngokuthanda inzuzo yokunganyaniseki,+ kodwa ngentumekelelo;
15 Bakuba befumene isidlo sakusasa, uYesu wathi kuSimon Petros: “Simon nyana kaYohane, uyandithanda na ngaphezu kwezi?”+ Wathi kuye: “Ewe, Nkosi, uyazi wena ukuba ndinomsa ngawe.”+ Wathi kuye: “Yondla iimvana zam.”+
11 Yaye bambi wabanika ukuba babe ngabapostile,+ bambi babe ngabaprofeti,+ bambi babe ngabavangeli,+ bambi babe ngabalusi nabafundisi,+
2 Waluseni+ umhlambi kaThixo+ eniwunyamekelayo, kungengakunyanzelwa, kodwa ngokuzithandela;+ kungekhona ngokuthanda inzuzo yokunganyaniseki,+ kodwa ngentumekelelo;