Duteronomi 20:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Aya kuthetha ngokubhekele phaya amagosa ebantwini athi, ‘Nguwuphi na umntu owoyikayo nonedyudyu?+ Makahambe abuyele endlwini yakhe, ukuze angazinyibilikisi iintliziyo zabazalwana bakhe njengentliziyo yakhe.’+
8 Aya kuthetha ngokubhekele phaya amagosa ebantwini athi, ‘Nguwuphi na umntu owoyikayo nonedyudyu?+ Makahambe abuyele endlwini yakhe, ukuze angazinyibilikisi iintliziyo zabazalwana bakhe njengentliziyo yakhe.’+