IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 13:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Sazibona khona iiNefili, oonyana baka-Anaki,+ abavela kwiiNefili; sasuka emehlweni ethu saba njengeentethe, sanjalo nasemehlweni abo.”+

  • Numeri 14:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Yaza ke yonke indibano yaliphakamisa ilizwi layo, balikhupha abantu ilizwi labo, balila+ bonke obo busuku.

  • Numeri 32:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ekunyukeleni kwabo entlanjeni yase-Eshkoli+ baza balibona ilizwe, bazityhafisa iintliziyo zoonyana bakaSirayeli, ukuba bangayi ezweni abanika lona ngokuqinisekileyo uYehova.+

  • Duteronomi 1:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Siya kunyukela phi na? Abazalwana bethu bazinyibilikisile iintliziyo zethu,+ besithi: “Sisizwana esinabantu abakhulu nabade kunathi,+ izixeko zikhulu, zinqatyisiwe kwada kwesa emazulwini+ kwaye noonyana baka-Anakim+ sibabone khona.”’

  • IZenzo 21:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Wandula ke uPawulos waphendula wathi: “Kutheni nilila+ nje, nindenza buthathaka entliziyweni?+ Hlalani niqinisekile ukuba, ndilungele kungekuphela nje ukubotshwa, kodwa kwanokufa+ eYerusalem ngenxa yegama leNkosi uYesu.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share