1 Kumkani 22:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 UZedekiya unyana kaKenahana wasondela kuMikaya wamqhwaba esidleleni+ wathi: “Udlule ngayiphi indlela umoya kaYehova kum ukuze uze kuthetha nawe?”+ Yeremiya 20:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Wandula ke uPashure wambetha uYeremiya umprofeti+ waza wamfaka ezitokisini+ ezazingakwiSango Elingasentla lakwaBhenjamin, elalisendlwini kaYehova. Yohane 18:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Emva kokutsho ezi zinto, omnye wamagosa owayemi khona apho wammpakaza+ uYesu ebusweni waza wathi: “Ngaba leyo yindlela ophendula ngayo umbingeleli oyintloko?”
24 UZedekiya unyana kaKenahana wasondela kuMikaya wamqhwaba esidleleni+ wathi: “Udlule ngayiphi indlela umoya kaYehova kum ukuze uze kuthetha nawe?”+
2 Wandula ke uPashure wambetha uYeremiya umprofeti+ waza wamfaka ezitokisini+ ezazingakwiSango Elingasentla lakwaBhenjamin, elalisendlwini kaYehova.
22 Emva kokutsho ezi zinto, omnye wamagosa owayemi khona apho wammpakaza+ uYesu ebusweni waza wathi: “Ngaba leyo yindlela ophendula ngayo umbingeleli oyintloko?”