Duteronomi 25:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 “Xa kuthe kwabakho impikiswano phakathi kwabantu,+ baza baya ematyaleni ukuze bagwetyelwe ityala labo,+ umele lowo ulilungisa avakaliswe elilungisa nalowo ungendawo avakaliswe engongendawo.+ Yohane 7:51 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 51 “Umthetho wethu awumgwebi umntu ngaphandle kokuba kuqala kuviwe+ kuye kuze kwaziwe oko akwenzayo, andibi kunjalo?”
25 “Xa kuthe kwabakho impikiswano phakathi kwabantu,+ baza baya ematyaleni ukuze bagwetyelwe ityala labo,+ umele lowo ulilungisa avakaliswe elilungisa nalowo ungendawo avakaliswe engongendawo.+
51 “Umthetho wethu awumgwebi umntu ngaphandle kokuba kuqala kuviwe+ kuye kuze kwaziwe oko akwenzayo, andibi kunjalo?”