Luka 23:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngoko uPilato wathi kubabingeleli abaziintloko nezihlwele: “Andifumani lwaphulo-mthetho kulo mntu.”+ IZenzo 25:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kodwa ndaqonda ukuba akenzanga nto ifanele ukufa.+ Ngoko xa lo mntu ngokwakhe wabhenela+ kuLowo uyiNgangamsha, ndagqiba kwelokuba ndimthumele.
4 Ngoko uPilato wathi kubabingeleli abaziintloko nezihlwele: “Andifumani lwaphulo-mthetho kulo mntu.”+
25 Kodwa ndaqonda ukuba akenzanga nto ifanele ukufa.+ Ngoko xa lo mntu ngokwakhe wabhenela+ kuLowo uyiNgangamsha, ndagqiba kwelokuba ndimthumele.