IZenzo 22:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 umphathi-mkhosi wayalela ukuba aziswe kwindawo yokuhlala amajoni waza wathi ufanele ancinwe ngokutyakatywa, ukuze asazi ngokupheleleyo isizathu sokukhwaza+ kwabo ngokunxamnye naye ngale ndlela.
24 umphathi-mkhosi wayalela ukuba aziswe kwindawo yokuhlala amajoni waza wathi ufanele ancinwe ngokutyakatywa, ukuze asazi ngokupheleleyo isizathu sokukhwaza+ kwabo ngokunxamnye naye ngale ndlela.