IZenzo 16:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Kodwa uPawulos wathi kubo: “Basikatse esidlangalaleni singagwetyelwanga sohlwayo, singabantu abangamaRoma,+ baza basifaka entolongweni; yaye ngoku basikhupha ngokufihlakeleyo na? Hayi khona! mabeze kusikhupha ngokwabo.” IZenzo 22:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kodwa xa bamolulayo ukuze bamtywatyushe, uPawulos wathi kwigosa lomkhosi elalimi apho: “Kusemthethweni na ngani ukutyakatya umntu ongumRoma+ nongagwetyelwanga sohlwayo?”
37 Kodwa uPawulos wathi kubo: “Basikatse esidlangalaleni singagwetyelwanga sohlwayo, singabantu abangamaRoma,+ baza basifaka entolongweni; yaye ngoku basikhupha ngokufihlakeleyo na? Hayi khona! mabeze kusikhupha ngokwabo.”
25 Kodwa xa bamolulayo ukuze bamtywatyushe, uPawulos wathi kwigosa lomkhosi elalimi apho: “Kusemthethweni na ngani ukutyakatya umntu ongumRoma+ nongagwetyelwanga sohlwayo?”