IZenzo 22:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kodwa xa bamolulayo ukuze bamtywatyushe, uPawulos wathi kwigosa lomkhosi elalimi apho: “Kusemthethweni na ngani ukutyakatya umntu ongumRoma+ nongagwetyelwanga sohlwayo?” IZenzo 23:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Le ndoda yabanjwa ngamaYuda yaye yayisele iza kubulawa ngawo, kodwa ngequbuliso ndeza ndinomkhosi wamajoni ndaza ndayihlangula,+ ndakuqonda ukuba ingumRoma.+
25 Kodwa xa bamolulayo ukuze bamtywatyushe, uPawulos wathi kwigosa lomkhosi elalimi apho: “Kusemthethweni na ngani ukutyakatya umntu ongumRoma+ nongagwetyelwanga sohlwayo?”
27 Le ndoda yabanjwa ngamaYuda yaye yayisele iza kubulawa ngawo, kodwa ngequbuliso ndeza ndinomkhosi wamajoni ndaza ndayihlangula,+ ndakuqonda ukuba ingumRoma.+