IZenzo 16:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Kodwa uPawulos wathi kubo: “Basikatse esidlangalaleni singagwetyelwanga sohlwayo, singabantu abangamaRoma,+ baza basifaka entolongweni; yaye ngoku basikhupha ngokufihlakeleyo na? Hayi khona! mabeze kusikhupha ngokwabo.” IZenzo 23:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Le ndoda yabanjwa ngamaYuda yaye yayisele iza kubulawa ngawo, kodwa ngequbuliso ndeza ndinomkhosi wamajoni ndaza ndayihlangula,+ ndakuqonda ukuba ingumRoma.+
37 Kodwa uPawulos wathi kubo: “Basikatse esidlangalaleni singagwetyelwanga sohlwayo, singabantu abangamaRoma,+ baza basifaka entolongweni; yaye ngoku basikhupha ngokufihlakeleyo na? Hayi khona! mabeze kusikhupha ngokwabo.”
27 Le ndoda yabanjwa ngamaYuda yaye yayisele iza kubulawa ngawo, kodwa ngequbuliso ndeza ndinomkhosi wamajoni ndaza ndayihlangula,+ ndakuqonda ukuba ingumRoma.+