IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IZenzo 24:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Wena ngokwakho ngokuyincina unokufumanisa kuyo ngazo zonke ezi zinto siyimangalela ngazo.”

  • IZenzo 25:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 “Ngoko ke abo basemagunyeni phakathi kwenu,” watsho, “mabehle kunye nam baze bayimangalele,+ ukuba kukho nantoni na ephume endleleni ngale ndoda.”

  • IZenzo 25:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ukuba ngokwenene ndingumenzi-bubi+ yaye ndenze nantoni na efanele ukufa,+ andizilanduleli ekufeni; kodwa ukuba akukho nanye yezo zinto bandimangalela ngazo aba bantu, akukho mntu unokundinikela kubo njengesibabalo. Ndibhenela kuKesare!”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share