IZenzo 25:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kodwa akuba uPawulos ebhenele+ ukuba agcinelwe isigqibo saLowo uyiNgangamsha, ndayalela ukuba agcinwe ndide ndimthumele ngasentla kuKesare.” IZenzo 26:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Ngaphezu koko, uAgripa wathi kuFesto: “Lo mntu ngekhululiwe ukuba ebengabhenelanga+ kuKesare.” IZenzo 28:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Xa amaYuda aqhubeka ethetha ngokunxamnye noko, ndanyanzeleka ukuba ndibhenele+ kuKesare, kodwa kungekhona ngokungathi ndandinayo nantoni na endilumangalela ngayo uhlanga lwakowethu.
21 Kodwa akuba uPawulos ebhenele+ ukuba agcinelwe isigqibo saLowo uyiNgangamsha, ndayalela ukuba agcinwe ndide ndimthumele ngasentla kuKesare.”
19 Xa amaYuda aqhubeka ethetha ngokunxamnye noko, ndanyanzeleka ukuba ndibhenele+ kuKesare, kodwa kungekhona ngokungathi ndandinayo nantoni na endilumangalela ngayo uhlanga lwakowethu.