IMizekeliso 29:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ukungcangcazela ngumntu kubeka umgibe,+ kodwa okholosa ngoYehova uya kukhuselwa.+ Luka 23:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 wakhulula+ umntu owayephoswe entolongweni ngenxa yesiphendu nokubulala nalowo babemfuna, kodwa wanikezela ngoYesu ekuthandeni kwabo.+ IZenzo 25:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 UFesto, enqwenela ukuzuza ukukholeka+ kumaYuda, wamphendula uPawulos wathi: “Unqwenela ukunyuka na uye eYerusalem uze ugwetywe apho phambi kwam ngokuphathelele ezi zinto?”+
25 wakhulula+ umntu owayephoswe entolongweni ngenxa yesiphendu nokubulala nalowo babemfuna, kodwa wanikezela ngoYesu ekuthandeni kwabo.+
9 UFesto, enqwenela ukuzuza ukukholeka+ kumaYuda, wamphendula uPawulos wathi: “Unqwenela ukunyuka na uye eYerusalem uze ugwetywe apho phambi kwam ngokuphathelele ezi zinto?”+