IZenzo 25:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ukuba ngokwenene ndingumenzi-bubi+ yaye ndenze nantoni na efanele ukufa,+ andizilanduleli ekufeni; kodwa ukuba akukho nanye yezo zinto bandimangalela ngazo aba bantu, akukho mntu unokundinikela kubo njengesibabalo. Ndibhenela kuKesare!”+ IZenzo 25:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kodwa akuba uPawulos ebhenele+ ukuba agcinelwe isigqibo saLowo uyiNgangamsha, ndayalela ukuba agcinwe ndide ndimthumele ngasentla kuKesare.” IZenzo 28:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Xa amaYuda aqhubeka ethetha ngokunxamnye noko, ndanyanzeleka ukuba ndibhenele+ kuKesare, kodwa kungekhona ngokungathi ndandinayo nantoni na endilumangalela ngayo uhlanga lwakowethu.
11 Ukuba ngokwenene ndingumenzi-bubi+ yaye ndenze nantoni na efanele ukufa,+ andizilanduleli ekufeni; kodwa ukuba akukho nanye yezo zinto bandimangalela ngazo aba bantu, akukho mntu unokundinikela kubo njengesibabalo. Ndibhenela kuKesare!”+
21 Kodwa akuba uPawulos ebhenele+ ukuba agcinelwe isigqibo saLowo uyiNgangamsha, ndayalela ukuba agcinwe ndide ndimthumele ngasentla kuKesare.”
19 Xa amaYuda aqhubeka ethetha ngokunxamnye noko, ndanyanzeleka ukuba ndibhenele+ kuKesare, kodwa kungekhona ngokungathi ndandinayo nantoni na endilumangalela ngayo uhlanga lwakowethu.