IZenzo 25:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ukuba ngokwenene ndingumenzi-bubi+ yaye ndenze nantoni na efanele ukufa,+ andizilanduleli ekufeni; kodwa ukuba akukho nanye yezo zinto bandimangalela ngazo aba bantu, akukho mntu unokundinikela kubo njengesibabalo. Ndibhenela kuKesare!”+ IZenzo 26:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Ngaphezu koko, uAgripa wathi kuFesto: “Lo mntu ngekhululiwe ukuba ebengabhenelanga+ kuKesare.” IZenzo 28:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Xa amaYuda aqhubeka ethetha ngokunxamnye noko, ndanyanzeleka ukuba ndibhenele+ kuKesare, kodwa kungekhona ngokungathi ndandinayo nantoni na endilumangalela ngayo uhlanga lwakowethu.
11 Ukuba ngokwenene ndingumenzi-bubi+ yaye ndenze nantoni na efanele ukufa,+ andizilanduleli ekufeni; kodwa ukuba akukho nanye yezo zinto bandimangalela ngazo aba bantu, akukho mntu unokundinikela kubo njengesibabalo. Ndibhenela kuKesare!”+
19 Xa amaYuda aqhubeka ethetha ngokunxamnye noko, ndanyanzeleka ukuba ndibhenele+ kuKesare, kodwa kungekhona ngokungathi ndandinayo nantoni na endilumangalela ngayo uhlanga lwakowethu.