IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yohane 16:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Abantu baya kunigxotha kwindlu yesikhungu.+ Enyanisweni, liyeza ilixa laxa wonk’ ubani onibulalayo eya kucinga ukuba unikele inkonzo engcwele kuThixo.+

  • IZenzo 8:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 USawule, ngoko, waqhubana ngokuneengcwangu nebandla. Wayengenela izindlu ngezindlu, erhuqela phandle amadoda nabafazi, abanikele entolongweni.+

  • 1 Korinte 15:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Kuba ndingoyena mncinane+ kubapostile, yaye andikufanelekelanga ukubizwa ngokuba ngumpostile, ngenxa yokuba ndalitshutshisa+ ibandla likaThixo.

  • Galati 1:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Kambe ke, nivile ngehambo yam yangaphambili ebuYudeni,+ ukuba ndalitshutshisa+ ngokugqithiseleyo ibandla likaThixo, ndiliphanzisa,+

  • 1 Timoti 1:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 nangona ngaphambili ndandingumnyelisi nomtshutshisi+ nomntu osileyo.+ Noko ke, ndenzelwa inceba,+ ngenxa yokuba ndandisenza ngokungazi,+ ndiswele ukholo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share