14 Kodwa ndithe ndakubona ukuba babengahambi ngokuthe tye ngokwenyaniso yeendaba ezilungileyo,+ ndathi kuKefas phambi kwabo bonke:+ “Ukuba wena, nakuba ungumYuda nje, uphila njengeentlanga, kungekhona njengamaYuda, kwenzeka njani ukuba unyanzele abantu beentlanga ukuba baphile ngokobuYuda?”+