INdumiso 22:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Abo bandibonayo, bayandigculela;+Baqhubeka beyivula ibe banzi imilomo yabo, baqhubeka behlunguzela intloko yabo besithi:+ INdumiso 22:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kuba ndingqongwe zizinja;+Indibano yabenzi bobubi indivingcele.+Injengengonyama ezandleni nasezinyaweni zam.+ INdumiso 35:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Owu ngamana abo baziintshaba zam ngaphandle kwesizathu bangangabi nemihlali ngam;+Ke bona abo bandithiye ngaphandle kwesizathu, mabangaqobi iliso.+ Isaya 50:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ndawunikela umhlana wam kubabethi, nezidlele zam+ kwabo baxhwitha iinwele. Andibufihlanga ubuso bam ehlazweni nasekutshicelweni.+ Isaya 53:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kodwa wahlatywa+ ngenxa yokunxaxha kwethu;+ watyunyuzwa ngenxa yeziphoso zethu.+ Wabethwa ukuze sibe noxolo,+ yaye ngamanxeba+ akhe siye saphiliswa.+
7 Abo bandibonayo, bayandigculela;+Baqhubeka beyivula ibe banzi imilomo yabo, baqhubeka behlunguzela intloko yabo besithi:+
16 Kuba ndingqongwe zizinja;+Indibano yabenzi bobubi indivingcele.+Injengengonyama ezandleni nasezinyaweni zam.+
19 Owu ngamana abo baziintshaba zam ngaphandle kwesizathu bangangabi nemihlali ngam;+Ke bona abo bandithiye ngaphandle kwesizathu, mabangaqobi iliso.+
6 Ndawunikela umhlana wam kubabethi, nezidlele zam+ kwabo baxhwitha iinwele. Andibufihlanga ubuso bam ehlazweni nasekutshicelweni.+
5 Kodwa wahlatywa+ ngenxa yokunxaxha kwethu;+ watyunyuzwa ngenxa yeziphoso zethu.+ Wabethwa ukuze sibe noxolo,+ yaye ngamanxeba+ akhe siye saphiliswa.+