INdumiso 18:49 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 49 Ngenxa yoko ndiya kukubonga phakathi kweentlanga, Yehova,+Negama lakho ndiliculele uncuthu lwengoma.+ Isaya 11:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuya kuthi ngaloo mini+ kubekho ingcambu kaYese+ eya kuma njengomqondiso kwizizwana.+ Kwaneentlanga ziya kuphethukela kuyo zibuze,+ nendawo yayo yokuphumla imele ibe luzuko.+ Isaya 52:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 ngokunjalo naye uya kothusa iintlanga ezininzi.+ Ookumkani baya kuyivala imilomo yabo kuye,+ ngenxa yokuba okunene baya kubona oko babengakubaliselwanga, noko bangazange bakuve bamele baphethulele ingqalelo yabo kuko.+
49 Ngenxa yoko ndiya kukubonga phakathi kweentlanga, Yehova,+Negama lakho ndiliculele uncuthu lwengoma.+
10 Kuya kuthi ngaloo mini+ kubekho ingcambu kaYese+ eya kuma njengomqondiso kwizizwana.+ Kwaneentlanga ziya kuphethukela kuyo zibuze,+ nendawo yayo yokuphumla imele ibe luzuko.+
15 ngokunjalo naye uya kothusa iintlanga ezininzi.+ Ookumkani baya kuyivala imilomo yabo kuye,+ ngenxa yokuba okunene baya kubona oko babengakubaliselwanga, noko bangazange bakuve bamele baphethulele ingqalelo yabo kuko.+