IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IZenzo 9:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Kodwa iNkosi yathi kuye: “Yiya, ngenxa yokuba lo mntu usisitya esinyuliweyo+ kum sokuthwala igama lam ezintlangeni+ nakookumkani+ noonyana bakaSirayeli.

  • IZenzo 10:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Athi: “UKorneli, igosa lomkhosi, indoda elilungisa nemoyikayo uThixo+ nekunikelwe ingxelo entle ngayo+ luhlanga luphela lwamaYuda, wanikwa uyalelo lobuthixo yingelosi engcwele ukuba athumele ukuba uze endlwini yakhe nokuze eve izinto oya kuzithetha.”

  • Roma 10:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Kodwa uIsaya ukhalipha kakhulu aze athi: “Ndafunyanwa ngabo babengafuni mna;+ ndabonakala kwabo babengabuzisi ngam.”+

  • Roma 15:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 kodwa, kanye njengoko kubhaliwe: “Abo kungenziwanga saziso kubo ngaye baya kubona, nabo bangevanga baya kuqonda.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share