IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 17:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Baxabana abantu noMoses bathi:+ “Sinike amanzi sisele.” Kodwa wathi uMoses kubo: “Kutheni nixabana nam nje? Kutheni nimvavanya nje uYehova?”+

  • INdumiso 95:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  9 Xa ookhokho benu bandicikidayo;+

      Bandihlolisisa, bawubona umsebenzi wam.+

  • Mateyu 4:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 UYesu wathi kuye: “Kwakhona kubhaliwe kwathiwa, ‘Uze ungamvavanyi uYehova uThixo wakho.’”+

  • Luka 4:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ekuphenduleni uYesu wathi kuye: “Kuthiwa, ‘Uze ungamvavanyi uYehova uThixo wakho.’”+

  • 1 Korinte 10:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Masingamvavanyi uYehova,+ njengoko abathile kubo bamvavanyayo,+ suke batshabalala ziinyoka.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share