Eksodus 5:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ngoko nangoko athi kubo: “Ngamana uYehova anganikhangela agwebe,+ ekubeni nisenze salivumba elibi+ phambi koFaro naphambi kwabakhonzi bakhe ngokokude babeke ikrele lokusibulala esandleni sabo.”+ Numeri 14:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Bonke oonyana bakaSirayeli bambombozela kuMoses noAron,+ yathi kubo yonke indibano: “Akwaba besifele ezweni laseYiputa, okanye akwaba besifele kule ntlango! Numeri 20:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Baxabana+ abantu noMoses bathi: “Akwaba sasibhubhe ngela xesha lokubhubha kwabazalwana bethu phambi koYehova!+
21 Ngoko nangoko athi kubo: “Ngamana uYehova anganikhangela agwebe,+ ekubeni nisenze salivumba elibi+ phambi koFaro naphambi kwabakhonzi bakhe ngokokude babeke ikrele lokusibulala esandleni sabo.”+
2 Bonke oonyana bakaSirayeli bambombozela kuMoses noAron,+ yathi kubo yonke indibano: “Akwaba besifele ezweni laseYiputa, okanye akwaba besifele kule ntlango!
3 Baxabana+ abantu noMoses bathi: “Akwaba sasibhubhe ngela xesha lokubhubha kwabazalwana bethu phambi koYehova!+