Eksodus 12:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Ke ukuhlala koonyana bakaSirayeli, abahlalayo+ eYiputa,+ yiminyaka engamakhulu amane anamashumi amathathu.+
40 Ke ukuhlala koonyana bakaSirayeli, abahlalayo+ eYiputa,+ yiminyaka engamakhulu amane anamashumi amathathu.+