IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 15:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Waza wathi kuAbram: “Yazi ngokuqinisekileyo ke ukuba imbewu yakho iya kuba ngumphambukeli ezweni elingelolayo,+ yaye iya kubakhonza, baze bona bayixhwalekise ngokuqinisekileyo iminyaka emakhulu mane.+

  • IZenzo 7:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ngaphezu koko, uThixo wathetha ngokusingisele koku, okokuba imbewu yakhe yayiya kuba ngabaphambukeli+ kwilizwe lasemzini+ yaye abantu babeya kuyikhobokisa baze bayixhwalekise kangangeminyaka engamakhulu amane.+

  • Galati 3:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ngokubhekele phaya, ndithi: Umnqophiso owaqinisekiswayo ngaphambili nguThixo,+ awunakutshitshiswa nguMthetho ofike emva kwamakhulu amane anamashumi amathathu eminyaka,+ ungenako nokusibhangisa isithembiso.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share