Eksodus 2:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kwathi ke ngaloo mihla, akomelela uMoses, waphuma waya kubantakwabo, esiya kukhangela imithwalo yabo;+ yaye wabona mYiputa uthile ebetha umHebhere othile wakubantakwabo.+
11 Kwathi ke ngaloo mihla, akomelela uMoses, waphuma waya kubantakwabo, esiya kukhangela imithwalo yabo;+ yaye wabona mYiputa uthile ebetha umHebhere othile wakubantakwabo.+