Eksodus 1:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngoko bamisa phezu kwabo amadoda aziintloko okubasebenzisa ngokubaqhuba ngebhaxa ngenjongo yokubacinezela ngemithwalo yabo;+ baza bakha izixeko ezingoovimba bakaFaro, ezizezi, iPitom neRahameses.+ Eksodus 3:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wongezelela uYehova wathi: “Ngokungathandabuzekiyo ndiyibonile inkxwaleko yabantu bam abaseYiputa, yaye ndisivile isikhalo sabo ngenxa yabo babaqweqwedisayo emsebenzini; kuba ndiyazi kakuhle intlungu yabo.+ IZenzo 7:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 “Ke kaloku kwakuzaliseka ixesha lonyaka wakhe wamashumi amane, kwafika entliziyweni yakhe ukuya kuvelela abazalwana bakhe, oonyana bakaSirayeli.+
11 Ngoko bamisa phezu kwabo amadoda aziintloko okubasebenzisa ngokubaqhuba ngebhaxa ngenjongo yokubacinezela ngemithwalo yabo;+ baza bakha izixeko ezingoovimba bakaFaro, ezizezi, iPitom neRahameses.+
7 Wongezelela uYehova wathi: “Ngokungathandabuzekiyo ndiyibonile inkxwaleko yabantu bam abaseYiputa, yaye ndisivile isikhalo sabo ngenxa yabo babaqweqwedisayo emsebenzini; kuba ndiyazi kakuhle intlungu yabo.+
23 “Ke kaloku kwakuzaliseka ixesha lonyaka wakhe wamashumi amane, kwafika entliziyweni yakhe ukuya kuvelela abazalwana bakhe, oonyana bakaSirayeli.+