Eksodus 3:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Waphinda wathi: “NdinguThixo katata wakho, uThixo ka-Abraham,+ uThixo kaIsake+ noThixo kaYakobi.”+ UMoses wabufihla ubuso bakhe, kuba wayesoyika ukujonga uThixo wokwenene. Eksodus ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 3:6 IMboniselo,5/1/2005, iphe. 13
6 Waphinda wathi: “NdinguThixo katata wakho, uThixo ka-Abraham,+ uThixo kaIsake+ noThixo kaYakobi.”+ UMoses wabufihla ubuso bakhe, kuba wayesoyika ukujonga uThixo wokwenene.