IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 3:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Misela+ uYoshuwa uze umkhuthaze yaye umomeleze, kuba nguye oya kuwela+ phambi kwesi sizwana kwaye nguye oya kusidlisa ilifa lelo lizwe uya kulibona.’+

  • Duteronomi 31:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 NguYehova uThixo wakho owela phambi kwakho.+ Yena ngokwakhe uya kuzibhubhisa ezi ntlanga phambi kwakho, uze ke wena uzigxothe.+ UYoshuwa nguye oya kuwela phambi kwakho,+ kanye njengoko ethethile uYehova.

  • Yoshuwa 3:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Yaye kwathi xa abantu bandulukayo kwiintente zabo ngaphambi nje kokuba bawele iYordan, nababingeleli abathwele ityeya+ yomnqophiso phambi kwabantu,

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share