IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 6:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Kwathi ngonyaka wamakhulu amane anamashumi asibhozo emva kokuba oonyana bakaSirayeli bephumile kwilizwe laseYiputa,+ kunyaka wesine,+ ngenyanga kaZivi,+ oko kukuthi, inyanga yesibini,+ emva kokuba uSolomon ebe ngukumkani kwaSirayeli, wamakhela uYehova indlu.+

  • 1 Kronike 17:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Nguye ke oya kundakhela indlu,+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kuyimisela ngokuqinileyo itrone yakhe ukusa kwixesha elingenammiselo.+

  • 2 Kronike 3:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Ekugqibeleni uSolomon waqala ukuyakha indlu kaYehova+ eYerusalem kwiNtaba yaseMoriya,+ apho [uYehova] wabonakala khona kuDavide uyise,+ kwindawo awayilungisayo uDavide esandeni sikaOrnan+ umYebhusi.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share